Lectionary Calendar
Saturday, October 18th, 2025
the Week of Proper 23 / Ordinary 28
the Week of Proper 23 / Ordinary 28
video advertismenet
advertisement
advertisement
advertisement
Attention!
Tired of seeing ads while studying? Now you can enjoy an "Ads Free" version of the site for as little as 10¢ a day and support a great cause!
Click here to learn more!
Click here to learn more!
Read the Bible
Izhibhalo Ezingcwele
UYobhi 25
1 Wasusela uBhiledadi wakwaShuwa, wathi,2 Ulawulo nonkwantyiso lunaye; Wenza uxolo ezindaweni zakhe eziphezulu.3 Inokubalwa na imikhosi yakhe? Ngubani na ongaphunyelwayo kukukhanya kwakhe?4 Angathini na umntu ukuba lilungisa kuThixo? Angathini na ukuba ngoqaqambileyo ozelwe ngumfazi?5 Yabona, nenyanga ayimhlophe, Neenkwenkwezi aziqaqambile, emehlweni akhe.6 Ubeke phi na ke umntu, impethu le, Nonyana ka-Adam, umbungu lo?